2 Chronicles 11:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yitsho ku‐Rehobome unyana ka‐Solomone ukumkani wo‐Juda, nakubo bonke o‐Sirayeli abakwa‐Juda nakwa‐Benjamine, usiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yitsho kuRehabheham unyana kaSolomon, ukumkani wakwaYuda, nakumaSirayeli onke, kwaYuda nakwaBhenjamin, ukuthi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thetha kuRehabheham unyana kaSolomon, ukumkani wakwaYuda, nakumaSirayeli onke kwaYuda nakwaBhenjamin, uthi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Thetha noRehobhowam unyana kaSolomon ukumkani wakwaJuda namaSirayeli onke kwaJuda nakwaBhenjamin, uthi: