2 Chronicles 12:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada walala u‐Rehobome noyise bake, wancw̔atywa esixekweni sika‐Davide; waza u‐Abiya unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
URehabheham walala kooyise, wangcwatyelwa emzini kaDavide;uAbhiya, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uRehabheham walala kooyise, wangcwatyelwa emzini kaDavide; unyana wakhe uAbhiya walawula esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
URehobhowam waya kuphumla kooyise, waza wangcwatyelwa kwisixeko sikaDavide. Esikhundleni sakhe kwangena unyana wakhe uAbhiya.