2 Chronicles 13:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NGOWESHUMI linesibozo umnyaka wokumkani u‐Jerobome, waba ngukumkani u‐Abiya pezu kwo‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomnyaka weshumi elinesibhozo wokumkani uYarobheham, uAbhiya waba ngukumkani kwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka weshumi elinesithoba anesibini wokumkani uYarobheham, uAbhiya waba ngukumkani wakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ngonyaka weshumi elinesibhozo wolawulo lukaJerobhowam, uAbhiya waba ngukumkani wakwaJuda,