2 Chronicles 13:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza amadoda akwa‐Juda amemeza: kwaza kwati, akumemeza amadoda akwa‐Juda, wandula utixo wabeta u‐Jerobome no‐Sirayeli bonke pambi kwo‐Abiya no‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ekudumeni kwamadoda akwaYuda, wesuka uThixo wabetha kuYarobheham namaSirayeli onke phambi koAbhiya namaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aduma ke amadoda akwaYuda; ekudumeni kwamadoda akwaYuda, uThixo wamoyisa uYarobheham namaSirayeli onke phambi koAbhiya namaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wona amadoda akwaJuda ahlab' umkhosi. Yathi yakuvakala intlaba-mkhosi, uThixo wamvuthulula uJerobhowam namaSirayeli onke phambi koAbhiya noJuda.