2 Chronicles 13:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwasuka usapo luka‐Sirayeli lwesaba pambi kwo‐Juda; waza utixo walunikela esandleni sabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Basaba oonyana bakaSirayeli ebusweni bamaYuda; uThixo wabanikela esandleni sawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Basaba oonyana bakaSirayeli ebusweni bamaYuda, uThixo wabanikela esandleni sabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli ke aswantsula phambi koJuda; uThixo wamhlangula uJuda esandleni sawo.