2 Chronicles 13:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaye lutotyiswa ke usapo luka‐Sirayeli ngexesha elo; kodwa usapo luka‐Juda lwaba namandla, ngokuba belusayama kuye uyehova, utixo woyise balo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathotywa ke oonyana bakaSirayeli ngelo xesha, bakhalipha oonyana bakaYuda; ngokuba bayama ngoYehova uThixo wooyise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babehleli oonyana bakaSirayeli ngelo xesha, bakhalipha oonyana bakaYuda, ngokuba bayama ngoYehova uThixo wooyise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, uSirayeli woyiswa ngeso sihlandlo, uJuda yena wabuya noloyiso, kuba kaloku wayekholose ngoNdikhoyo uThixo wooyise.