2 Chronicles 13:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ibiyiminyaka mitatu wabepata ubukumkani e‐Yerusaleme. Igama lonina lalingu‐Mikaya, intombi ka‐Wuriyeli, owase‐Gibeha. Kwabekuko imfazwe pakati kwo‐Abiya no‐Jerobome.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waba neminyaka emithathu engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguMikaya, intombi kaUriyeli waseGibheha. Kwabakho imfazwe phakathi koAbhiya noYarobheham.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waba neminyaka emithathu engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguMikaya, intombi kaUriyeli waseGibheha. Kwabakho imfazwe phakathi kuka-Abhiya noYarobheham.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza ke walawula eJerusalem iminyaka emithathu. Unina yayinguMahaka intombi kaUriyeli waseGibheya. Yayisoloko iyimfazwe phakathi koAbhiya noJerobhowam.