2 Chronicles 13:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Jerobome engabi sabamba amandla emihleni ka‐Abiya: wati uyehova wambeta, wada wabuba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akaba saba namandla uYarobheham ngemihla ka-Abhiya.UYehova wambetha wafa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayengasenamandla uYarobheham ngemihla ka-Abhiya; uYehova wambetha, wafa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJerobhowam ke akaphindanga abe namandla ngethuba lonke lika-Abhiya. UNdikhoyo wambetha, waza ke wafa.