2 Chronicles 13:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti upakamile u‐Jerobome unyana ka‐Nebati, isicaka sika‐Solomone unyana ka‐Davide, wavukela ngasenkosini yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka uYarobheham unyana kaNebhati, umkhonzi kaSolomon unyana kaDavide, wagwilika kwinkosi yakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wesuka wema uYarobheham unyana kaNebhati, umkhonzi kaSolomon unyana kaDavide, wagwilika enkosini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke yena uJerobhowam unyana kaNebhati owayeliphakathi likaSolomon unyana kaDavide wasuka wavukelana nenkosi yakhe.