2 Chronicles 14:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Asa wapuma ngakuye; baza bacwangcisela ukulwa esihlanjeni se‐Tsefata ngase‐Maresha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma uAsa esiya kumhlangabeza, bakha izintlu emfuleni weTsefata eMaresha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAsa waya kumhlangabeza, balwa entlanjeni yaseSefata eMaresha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAsa waphuma wamhlangabeza, baza ke bamisa amahlelo abo okulwa kwintili yaseZefata ngaseMaresha.