2 Chronicles 14:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza uyehova wabeta ama‐Tiyopiya pambi kwo‐Asa napambi kwo‐Juda; ati ama‐Tiyopiya esaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wawaxabela amaKushi phambi koAsa, naphambi kwamaYuda; asaba ke amaKushi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko uYehova wawabulala amaKushe phambi kuka-Asa naphambi koYuda; asaba amaKushi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo ke wawabetha amaKushe lawo, oyiswa nguAsa noJuda. AmaKushe abaleka,