2 Chronicles 14:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kupuma ngakubo u‐Zera um‐Tiyopiya, enempi y amadoda angamawaka aliwaka, nenqwelo ezingamakulu matatu; wayesiza kude kwase‐Maresha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaphuma kwaza kulwa nabo uZera umKushi, enempi eliwaka lamawaka, neenqwelo zokulwa ezimakhulu mathathu; wada weza eMaresha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma uSeraki wakwaKushe waya kubo, enempi engamawaka amathathu eenqwelo zokulwa; waya eMarésa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UmKushe onguZera wabahlasela enomkhosi ongamawaka-waka, enamakhulu amathathu eenqwelo. Wahamba ke wema ngeMaresha.