2 Chronicles 15:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kusiza pezu kwo‐Hazariya unyana ka‐Hodedi umoya katixo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMoya kaThixo wamfikela uAzariya, unyana kaOdede.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMoya kaThixo wamfikela uAzariya, unyana kaOdedi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uMoya kaThixo wafikela uAzariya unyana kaOdede,