2 Chronicles 15:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye bengena elucebanweni, ukuba bamfune uyehova, utixo woyise babo, ngayo yonke intliziyo yabo, nangawo wonke umpefumlo wabo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Benza umnqophiso wokumquqela uYehova, uThixo wooyise, ngentliziyo yabo yonke, nangomphefumlo wabo wonke; bathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Benza umnqophiso wokumquqela uYehova, uThixo wooyise, ngentliziyo yabo yonke, nangomphefumlo wabo wonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bazibophelela kumnqophiso wokufuna uNdikhoyo uThixo wooyise ngomxhelo wabo wonke nangomphefumlo wonke.