2 Chronicles 15:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza akwabiko imfazwe kwada kwangumnyaka wamashumi matatu anesihlanu wobukumkani buka‐Asa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akwaba sabakho mfazwe, kwada kwaba ngumnyaka wamashumi amathathu anesihlanu wobukumkani buka-Asa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akwaba sabakho mfazwe, kwada kwaba ngumnyaka wamashumi amathathu anesihlanu wobukumkani buka-Asa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuphindanga kubekho mfazwe, yada yangunyaka wamashumi amathathu anantlanu wolawulo luka-Asa.