2 Chronicles 15:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku kwasekuntsuku ezininzi o‐Sirayeli bebengenaye utixo wenyaniso, nomperisite wokufundisa, nomteto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AmaSirayeli ayenemihla emininzi engenaThixo wenyaniso, engenambingeleli uyalayo, engenamthetho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku kwabakho ixesha elide uSirayeli engenaye uThixo wokwenyaniso nombingeleli ofundisayo nomthetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaba lithuba elide amaSirayeli engenaye uThixo wokwenene, engenaye nambingeleli wakufundisa; ewe, engenawo namthetho.