2 Chronicles 15:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bada batyunyuzwa, isizwe ngakuso isizwe, nesixeko ngakuso isixeko: ngokuba utixo wabapitizelisa ngentlobo zonke zobunzima.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uhlanga lwaqotywa luhlanga, umzi ngumzi; ngokuba uThixo wabadubaduba ngeembandezelo zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Batshatyalaliswa ke abantu, bangabikho phakathi komzi nesixeko, kuba uThixo wayebatshutshisa ngazo zonke iintlekele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isizwe sasitshatyalaliswa sesinye, isixeko sibhuqwa sesinye, kuba uThixo wayebaphithizelisa ngeendidi zonke zeenkxwaleko.