2 Chronicles 16:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku, bona ke, imicimbi ka‐Asa, eyokuqala neyokupela, bona ke, iba̔liwe yona encwadini yokumkani bo‐Juda no‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, izinto zika-Asa, ezokuqala nezokugqibela, nanzo zibhaliwe encwadini yookumkani bakwaYuda nabakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, iziganeko zika-Asa, ezokuqala nezokugqibela, nanzo zibhaliwe encwadini yookumkani bakwaYuda nabakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku iziganeko zolawulo luka-Asa, ukusuka ekuqalekeni kuye esiphelweni, nâzo zibhalwe encwadini yeembali zookumkani bakwaJuda nabakwaSirayeli.