2 Chronicles 16:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Asa walala noyise bake; wabuba ngomnyaka wamashumi mane anesinye wokupata kwake ubukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAsa walala kooyise; wafa ngomnyaka wamashumi omane anamnye wobukumkani bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAsa walala kooyise, wafa ngomnyaka wamashumi omane anamnye wobukumkani bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kunyaka wamashumi amane ananye wasweleka uAsa, waya kuphumla kooyise.