2 Chronicles 16:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, nxa abevile oku u‐Bahasha, wayeka ukwaka i‐Rama, wapelisa umsebenzi wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, akuva uBhahesha, wayeka ukuyakha iRama, wawuyeka umsebenzi wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akukuva oko uBhahesa, wayeka ukuyakha iRama, wawuyeka umsebenzi wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuyiva le nto uBhayesha wayeka ukwakha engqinga iRama, wawushiya loo msebenzi.