2 Chronicles 16:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Asa ukumkani watabata o‐Juda bonke, abasusa amatye e‐Rama, nemiti yayo, abe akile ngazo u‐Bahasha: waza waka ngazo i‐Geba ne‐Mitsipa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAsa ukumkani wawathabatha onke amaYuda; awasusa amatye eRama, nemithi yayo, awayesakha ngayo uBhahesha; wakha ke ngayo iGebha neMizpa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani uAsa wawathabatha onke amaYuda; bawathabatha amatye eRama, nemithi yayo, abesakhiwe ngayo uBhahesha; waza wakha ngayo iGebha neMizpa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukumkani uAsa weza nawo onke amadoda akwaJuda, baza bawafudusa eRama amatye kunye nemithi eyayisetyenziswa khona nguBhayesha. Ngezo zinto ke wakha iGebha neMizpa.