2 Chronicles 16:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ama‐Tiyopiya nama‐Libiya ebengeyiyo impi enkulu na, enento eninzi kakulu yenqwelo nabakweli bamahashe? Kodwa, wakwayama kuyehova, wawanikela esandleni sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AmaKushi namaLubhi abengeyeyona impi ininzi, enento eninzi kunene yeenqwelo zokulwa nabamahashe? Ukanti ngokuba wayama kuYehova, anikelwa esandleni sakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Andithi na ke amaKushi namaLubhi abe ngumkhosi omkhulu weenqwelo zokulwa nabamahashe? kodwa ngenxa yokuba wayama ngoYehova, wawanikela esandleni sakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andithi na amaKushe namaLibhiya ayengumkhosi onamandla onenyambalala yeenqwelo nabakhweli-mahashe? Kanti ke wathi ngokukholosa ngoNdikhoyo, yena wawunikela esandleni sakho loo mkhosi.