2 Chronicles 17:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kubako ulwoyiko lukayehova pezu kwabo bonke ubukumkani bamazwe angqongayo i‐Juda, ukuba abenza imfazwe ngakuye u‐Yehoshafate.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke izikumkani zamazwe ajikeleze amaYuda zangenelwa kukoyika uYehova, azalwa noYehoshafati.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukoyikwa kukaYehova kwazifikela zonke izikumkani zamazwe ajikeleze uYuda, ukuba zingalwi noYehoshafati.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uNdikhoyo watsho wahlonelwa zizo zonke izikumkani zemihlaba ejikeleze uJuda, ngaloo ndlela ke akwabikho sizwe sikathaza uYoshafati ngemfazwe.