2 Chronicles 17:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Yehoshafate emana ukuba mkulu ngento egqitiseleyo; waza waka kwa‐Juda inqaba nezixeko zokubekela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehoshafati waya eba mkhulu ngokuba mkhulu, wada wenyuka wakha kwaYuda iinqaba nemizi engoovimba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYoshafati waba mkhulu kunene; wakha iinqaba nezixeko ezingoovimba kwilizwe lakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshafati waya esomelela ngokomelela. Wakha iinqaba nezixeko ezingoovimba kwaJuda,