2 Chronicles 17:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bafundisa kwa‐Juda, benayo incwadi yomteto kayehova, bacanda kuzo zonke izixeko zakwa‐Juda, bafundisa pakati kwabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bafundisa ke kwaYuda, benencwadi yomyalelo kaYehova, bayijikeleza imizi yonke yakwaYuda, bebafundisa abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baqalisa ukufundisa kwilizwe lakwaYuda yaye benencwadi yomthetho kaYehova yaye bazijikeleza zonke izixeko zakwaYuda baza bafundisa abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babephethe incwadi yomthetho kaNdikhoyo, baza ke bafundisa kulo lonke elakwaJuda, bazijikeleza iidolophu zakhona, bafundisa abantu.