2 Chronicles 18:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo u‐Zedekiya unyana ka‐Kenana ebezenzele impondo zesincete; waza wati: Utsho uyehova ukuti: Ngazo ezi uya kunquba ama‐Siriya ude uwagqibele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uZedekiya, unyana kaKenahana, wazenzela iimpondo zesinyithi, wathi, Utsho uYehova ukuthi, Uya kuwangqula ngazo ezi ama-Aram, ude uwagqibe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uZedekiya, unyana kaKanan, wazenzela iimpondo zesinyithi, wathi, Utsho uYehova ukuthi, Uya kuwagqogqa ngalezi ama-Aram, uwatshabalalise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uZedekiya, unyana kaKenana, wayenze iimpondo ngentsimbi, waza ke wathi: “Utsho uNdikhoyo ukuthi: ‘Ngezi mpondo ùya kuwahlaba uwatshabalalise ama-Aram.’ ”