2 Chronicles 18:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Benje njalo nabaprofite bonke ukuprofitesha, besiti: Nyuka uye e‐Ramote yase‐Gileyadi, utamsanqeleke; ngokuba uyehova eya kuyinikela esandleni sokumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abaprofeti benjenjalo ukuprofeta, besithi, Nyuka uye eRamoti yaseGiliyadi, ube nempumelelo; uYehova uya kuyinikela esandleni sokumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abaprofeti benjenjalo ukuprofeta, besithi, Nyuka uye eRamoti yaseGiliyadi, ube nempumelelo; ngokuba uYehova uya kuyinikela esandleni sokumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nabanye ke abashumayeli bashumayela kwaloo nto, besithi: “Phakathi! Yihlasele iRamoti yaseGiliyadi. Uza kuyoyisa, kuba uNdikhoyo uyinikele esandleni sikakumkani.”