2 Chronicles 18:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Ndabona o‐Sirayeli bonke bete sa pezu kwentaba, njengegusha ezingenaye umalusi; wati ke uyehova: Akuko inkosi kubo aba; mababuye abanye ngabanye baye ezindlwini zabo ngoxolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova, Abanankosi, mababuyele elowo endlwini yakhe enoxolo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ndibone amaSirayeli onke elusali ezintabeni, njengezimvu ezingenamalusi; Wathi uYehova, Abanankosi; mababuyele elowo endlwini yakhe enoxolo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMika wathi: “Ewe, uSirayeli ndimbone ethe saa ezintabeni, engathi ziigusha ezingenamalusi; waza uNdikhoyo wathi: ‘Aba bantu abanankosi, ngoko ke elowo nalowo makagoduke ngoxolo.’ ”