2 Chronicles 18:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wapuma umoya, wema pambi kwoyehova, wati: Ndiya kumhenda mna. Wati uyehova kuye: Nganina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma ke umoya, wema phambi koYehova, wathi, Ndomlukuhla mna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma omnye umoya, wema phambi koYehova, wathi, Ndiya kumlinga. Wathi uYehova kuye: Ngoba?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekugqibeleni ke kuvele moya uthile, wema phambi koNdikhoyo, wathi: ‘Ndiya kumlukuhla mna.’