2 Chronicles 18:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Mikaya: Bona ke, uya kubona ngalomini uya kungena ngayo enkambilini yapakati, ukuba uzimele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMikaya, Khangela, uya kubona ngaloo mini, uya kuza uthungele amagumbi, uzimela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMika, Yabona, ùya kuzimela egumbini elingaphakathi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMika wathi: “Loo nto uya kuyiqonda mhla waya kuzimela kwigumbi elingaphakathi.”