2 Chronicles 18:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Mikaya: Ukuba uka ubuye ngoxolo, uyehova akatetanga ngam. Walekela wati: Pulapulani, bantu, nina nonke!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMikaya, Ukuba uthe wabuya wabuya unoxolo, woba uYehova akathethanga ngam. Wathi, Yivani nonke, zizwe ziphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMika, Ukuba uthe wabuya unoxolo, woba uYehova akathethanga ngam. Wathi, Yivani, zintlanga zonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uMika wathi: “Ukuba ngaba ungabuya uphilile, woba uNdikhoyo engathethanga ngomlomo wam.” Waza ke wongezelela ngelithi: “Wagqaleni la mazwi xa ninonke, bantundini!”