2 Chronicles 18:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wenyuka ukumkani wo‐Sirayeli, no‐Yehoshafate ukumkani wo‐Juda, ukuya e‐Ramote yase‐Gileyadi
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenyuka ke ukumkani wakwaSirayeli noYehoshafati, ukumkani wakwaYuda, baya eRamoti yaseGiliyadi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenyuka ukumkani wakwaSirayeli noYehoshafati, ukumkani wakwaYuda, baya eRamoti yaseGiliyadi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ukumkani wakwaSirayeli noYoshafati ukumkani wakwaJuda benyuka baya eRamoti yaseGiliyadi.