2 Chronicles 18:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bekute, zakubona inkosi zenqwelwana ukuba asi nguye ukumkani wo‐Sirayeli, zabuya ekumlandeleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi bakubona abathetheli beenqwelo zokulwa, ukuba asingukumkani wakwaSirayeli, babuya ekumsukeleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, bakubona abathetheli beenqwelo zokulwa ukuba akanguye ukumkani wakwaSirayeli, babuya beza kumsukela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kaloku zathi iingqwayi-ngqwayi ezo zakuqonda ukuba akanguye ukumkani wakwaSirayeli, zayeka ukumsukela.