2 Chronicles 18:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela u‐Yehoshafate wati kuye ukumkani wo‐Sirayeli: Kaubuze ke namhla elizwini likayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehoshafati kukumkani wakwaSirayeli, Khawubuzise elanamhla ilizwi likaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehoshafati kukumkani wakwaSirayeli, Cela ilizwi likaYehova namhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke uYoshafati waleka ngelithi kukumkani wakwaSirayeli: “Khawuqale ubuzise *kuNdikhoyo.”