2 Chronicles 18:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kodwa u‐Yehoshafate: Akuseko na apa umprofite kayehova, ukuba sibuze ngaye?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehoshafati, Akusekho mprofeti kaYehova na apha, sibuzise kuye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehoshafati, Akukho mprofeti kaYehova khona; singambuza bani na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke uYoshafati wathi: “Akusekho mshumayeli kaNdikhoyo na apha esinokubuza kuye?”