2 Chronicles 18:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula ukumkani wo‐Sirayeli wambiza umbusi, wati: Nxama umzise u‐Mikaya unyana ka‐Yimla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza ukumkani wakwaSirayeli wabiza umbusi, wathi, Khawulezisa uMikaya unyana kaImla, eze apha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani wakwaSirayeli wabiza omnye wabakhonzi bakhe, wathi, Khawulezani, nize noMika unyana kaImla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ukumkani wakwaSirayeli wabiza elinye lamaphakathi akhe, wathi kulo: “Khawuleza uze noMika, unyana kaImla.”