2 Chronicles 19:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati kubagwebi: Gqalani oko nikwenzayo; ngokuba kungengenxa yabantu enigwebayo, koko kungenxa kayehova, okunye nani entweni yokugweba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubagwebi, Kulumkeleni enikwenzayo; ngokuba akungenxa yomntu ukugweba kwenu, kungenxa kaYehova; unani ke emcimbini wokugweba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubagwebi, Kulumkeleni enikwenzayo; ngokuba anigwebi bantu, nigweba uYehova oniwe ekugwebeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kubo: “Zigqaleni ngenyameko izinto enizenzayo. Kaloku ezo zigqibo nizenzayo anizenzeli abantu, koko nizenza egameni likaNdikhoyo. Yena ke uhlala enani nanini na nisiwisa isigwebo.