2 Chronicles 2:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo indlu endiyakayo, yoba nkulu: ngokuba emkulu utixo wetu pezu kwotixo bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indlu endiyakhayo inkulu; ngokuba mkhulu uThixo wethu koothixo bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indlu endiyakhayo inkulu, kuba uThixo wethu mkhulu koothixo bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Le ndlu ndiza kuyakha iza kuba yimbalasane, kuba uThixo wethu akalingani nathixo ngobukhulu.