2 Chronicles 2:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuze kundilungiselwe imiti ngento eninzi: ngokuba londlu endiza kuyaka, yoba nkulu ngento engummangaliso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bandilungisele imithi emininzi; ngokuba indlu endiyakhayo inkulu ngokubalulekileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wandilungisela nemithi emininzi, ngokuba indlu endiyakhayo inkulu ngokumangalisayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
andilungiselele intaphane yemithi, kuba le ndlu ndiza kuyakha kufuneka ibe nkulu, ibe yinzwakazi.