2 Chronicles 20:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWABEKUTE emveni kwoku, kweza usapo luka‐Mowabi, nosapo luka‐Hamoni, nakunye nalo abanye ngapandle kwaba‐Hamoni, ngakuye u‐Yehoshafate ukuba kuliwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi emveni koko, oonyana bakaMowabhi noonyana baka-Amon, benamaMahun, beza kulwa noYehoshafati.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emveni koko oonyana bakaMowabhi, noonyana baka-Amon, nabanye kunye nabo, ngaphandle koonyana baka-Amon, bamxabela uYehoshafati.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku emva koku amaMowabhi nama-Amon ekunye namaMawun aya kulwa noYoshafati.