2 Chronicles 20:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakaloku, bona ke, usapo luka‐Hamoni, noluka‐Mowabi, nolwasentabeni ye‐Sehire, olo ubungavumeli o‐Sirayeli ukuba bangene pakati kwalo, ekuveleni kwabo elizweni le‐Jipete, koko bapambukayo kulo, bengalutshabalalisanga;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona ke naba oonyana baka-Amon, nabakaMowabhi, nabasentabeni yakwaSehire, owawungavumanga ukuba amaSirayeli abangenele ekuphumeni kwawo ezweni laseYiputa; ngokuba abayeka, akabatshabalalisa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ke naba oonyana baka-Amon, namaMowabhi, neentaba zakwaSehire, owawungathandi ukuba babaxabele oonyana bakaSirayeli ekuphumeni kwabo ezweni laseYiputa, wabanikela umva, akwabatshabalalisa bona;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngoko ke ngoku nanga ama-Amon, amaMowabhi nâbo bentaba iSeyire, ummandla lowo wena ungavumanga ukuba awuhlasele uSirayeli ukuphuma kwakhe eJiputa, waza ke uSirayeli wabacezela akabatshabalalisa.