2 Chronicles 20:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye o‐Juda bonke bemi pambi kwoyehova, kwa nosapo lwabo, abafazi babo nabantwana babo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ema ke onke amaYuda phambi koYehova, neentsana zawo, nabafazi bawo, noonyana bawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ema ke onke amaYuda phambi koYehova, neentsana zawo, nabafazi bawo, nabantwana bawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Onke amadoda akwaJuda, nabafazi, nabantwana, neentsana, bema phambi koNdikhoyo.