2 Chronicles 20:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwandula kweza pezu kwake u‐Yahaziyeli, unyana ka‐Zekariya, unyana ka‐Benaya, unyana ka‐Yeyeli, unyana ka‐Mataniya, um‐Levi, owonyana baka‐Safa, umoya kayehova, pakati kwentlanganiso;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYahaziyeli, unyana kaZekariya, unyana kaBhenaya, unyana kaYehiyeli, unyana kaMataniya, umLevi wakoonyana baka-Asafu, wafikelwa nguMoya kaYehova ephakathi kwebandla elo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYahaziyeli unyana kaZekariya unyana kaBhenaya unyana kaYehiyeli unyana kaMataniya umLevi woonyana baka-Asafu wafikelwa ngumoya kaYehova, umoya kaYehova wawuphakathi kwebandla fika;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uMoya kaNdikhoyo wafikela uYaziyeli unyana kaZakariya, kaBhenaya, kaYehiyeli, kaMataniya umLevi oyinzala ka-Asafu, emi njalo apho ebandleni.