2 Chronicles 20:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwasuka kwabako ulwoyiko lukatixo pezu kwabo bonke ubukumkani balomazwe, bakuva okokuba kwaliwa nguyehova ngakuzo intshaba zo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukoyikwa kukaYehova kwazifikela zonke izikumkani zamazwe, zakuva ukuba uYehova ulwile neentshaba zakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukoyika uThixo kwabakho kubo bonke oorhulumente baloo mazwe bakuva ukuba uYehova ulwe neentshaba zikaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ithe ke yakuvakala imbali yokulwa kukaNdikhoyo neentshaba zikaSirayeli, suka zonke izizwe nezikumkani zamoyika zamhlonela uThixo.