2 Chronicles 20:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza woyika u‐Yehoshafate, wabeka ubuso bake ukumfuna uyehova, washumayela inzilo kuyo yonke i‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Woyika uYehoshafati, wazinikela ngokwakhe ekumquqeleni uYehova, wathi makuzilwe ukudla ngamaYuda onke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Woyika uYehoshafati waza wamkhangela uYehova, waza wavakalisa usuku lokuzila ukutya kulo lonke elakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshafati ke wothuka, wazimisela ukufuna uncedo *kuNdikhoyo, wamisela inzila kuJuda ewonke.