2 Chronicles 20:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nasemva kwoko, u‐Yehoshafate ukumkani wo‐Juda watelelana no‐Ahaziya ukumkani wo‐Sirayeli, owakohlakalisa ukwenza kwake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni koko uYehoshafati ukumkani wakwaYuda wazimanya noAhaziya ukumkani wakwaSirayeli, lowo wenzayo okungendawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko uYehoshafati, ukumkani wakwaYuda, wema noAhaziya, ukumkani wakwaSirayeli, owayesenza ububi obukhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kamva ke ukumkani wakwaJuda uYoshafati wakha unxibelelwano noAhaziya ukumkani wakwaSirayeli, umfo owayesaziwa ngenkohlakalo.