2 Chronicles 21:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ebe yiminyaka imashumi matatu anamibini ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani e‐Yerusaleme iminyaka yasibozo: wandula wemka engenakukanukwa, wancw̔atywa esixekweni sika‐Davide, kodwa bekungesemancw̔abeni abo okumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubeminyaka imashumi mathathu anamibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka esibhozo engukumkani eYerusalem; wemka engalilelwa bani. Bamngcwabela emzini kaDavide; kodwa akangcwatyelwa emangcwabeni ookumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubeminyaka imashumi mathathu anamibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka esibhozo engukumkani eYerusalem, engasweli nto. Bamngcwabela emzini kaDavide, kodwa akangcwatyelwa emangcwabeni ookumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekungeneni kwakhe embusweni uYehoram wayeneminyaka emashumi mathathu anambini, waza ke walawula eJerusalem iminyaka esibhozo. Ekuswelekeni kwakhe akukho mntu waba buhlungu, waza ke wangcwatyelwa kwisixeko sikaDavide, kodwa ke kungekho kumangcwaba ookumkani.