2 Chronicles 21:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ebeyiminyaka imashumi matatu anamibini u‐Yehorame ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani e‐Yerusaleme iminyaka yasibozo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubeminyaka imashumi mathathu anamibini ezelwe uYehoram, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka esibhozo engukumkani eYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYoram ubeminyaka imashumi mathathu anamibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka esibhozo engukumkani eYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuqala kwakhe ukulawula uYehoram wayeneminyaka emashumi mathathu anambini, waza ke walawula eJerusalem iminyaka yasibhozo.