2 Chronicles 22:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU u‐Hataliya, unina ka‐Ahaziya, akubona ukuba unyana wake ufile, wandula wesuka wabubisa yonke inzalo yobukumkani yendlu ka‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uAtaliya, unina ka-Ahaziya, akubona ukuba ufile unyana wakhe, wesuka wayitshabalalisa ngobubhedengu yonke imbewu enobukhosi bendlu yakwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe uAtaliya unina ka-Ahaziya akubona ukuba unyana wakhe ufile, wesuka wasuka wayitshabalalisa yonke intsapho yasebukhosini yendlu yakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAtaliya unina ka-Ahaziya, akubona ukuba unyana wakhe ufile, wasuka wayitshabalalisa yonke indlu yekomkhulu lakwaJuda.