2 Chronicles 22:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayeko nabo endlwini katixo ezimele kona iminyaka yamitandatu. Waza u‐Hataliya wapata ubukumkani pezu kwelizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayenabo endlwini kaThixo, ezinyeziwe, iminyaka emithandathu. Ke uAtaliya waba ngukumkanikazi welizwe elo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangcwatyelwa kubo endlwini kaThixo iminyaka emithandathu; ke uAtaliya walilawula ilizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wahlala ezinyelisiwe ke endlwini kaThixo iminyaka yamithandathu, xesha elo kwakusalawula uAtaliya apho kwaJuda.